Description
Isifundo seSisombululo sethu isiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 5 siphuhliselwe ukuxhasa isiqulatho (ulwazi, imiba nezakhono zobuchule) esiqulethwe kwiNgxelo yeKharityhulamu yeSizwe (National Curriculum Statement – NCS), njengoko sicwangciswe kwiNkcazelo yePolisi yeKharityhulam nokuHlola (Curriculum and Assessment Policy Statement-CAPS) yesiXhosa Ulwimi Lwasekhaya.Isifundo seSisombululo sethu isiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 5 sinezi zixhobo: • Incwadi Yomfundi• Incwadi Yokufunda• IsiKhokelo SikaTitshalaEzi zixhobo zenzelwe ukusebenzisana ukuze zityebise amava wokufunda nokufundisa izakhono zobomi eklasini.Isifundo seSisombululo sethu isiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Ibanga 5 IsiKhokelo SikaTitshala siquka:• ikhariyhulam yesiXhosa Ulwimi Lwasekhaya njengoko ichazwa kwiNkcazelo yePolisi yeKharityhulam nokuHlola (CAPS) Ulwimi Lwasekhaya.• uncedo olubonakalayo ngendlela efanelekileyo yokulawula igumbi lokufundela • ingcebiso ngendlela yokusebenzisa isifundo seSisombululo sethu Ulwimi Lwasekhaya kwigumbi lokufundela • impendulo ezilindelekileyo zemisebenzi ekwincwadi yomfundi iSisombululo sethu Ulwimi Lwasekhaya imisebenzi eyongeziweyo (kunye neempendulo zaloo mibuzo) ukuze utitshala azisebenzise ngokokubona kwakhe. • ezinye izinto ezinokusetyenziswa kwesi sifundo ezinokuthi zincede utitshala ngesisombululo esigqibeleleyo sokufundisa isiXhosa Ulwimi Lwasekhaya ibanga 5.
No

Reviews
There are no reviews yet.