“IsiXhosa Home Language Grade 8 Novel: Intlungu kamaMkhwemte ePdf

(2 customer reviews)

Price range: R76.00 through R141.00

IsiXhosa Home Language Grade 8 Novel: Intlungu kamaMkhwemte ePDF
IsiXhosa Home Language Grade 8 Novel: Intlungu kamaMkhwemte ePDF
S. Mazantsi
S
Mazantsi
Maskew Miller Longman
Pearson Education Southern Africa

9780636162365
9780636144668

Description

UMaMkhwemte ngunontlalo-ntle ohlonitshiweyo ekuhlaleni ngenxa yemisebenzi yakhe. Unxulumano analo nabantu belali yakhe luyancomeka. Kodwa ke, njengaye nawuphina umzali, ugagana namahla-ndinyuka okukhulisa abantwana.

UMaMkhwemte uzikhulisela oonyana abathathu kwakunye nentombi yomninawa yomyeni wakhe. Aba bantwana bakhe bangquzulana nezinto ezingumceli-mngeni ebomini babo. Ingaba uMaMkhwemte uyamelana nezi ngxaki?

Umfundi uza kushiyeka ethabathekile kwaye eshiyeka nomfanekisongqondweni yentlalo ephilwa ngabantu abakweli bali.

This eBook is in ePDF format, which enables you to:

  • View the entire book offline on desktop or tablet;
  • Search for and highlight text; and
  • Add and edit personal notes directly in your eBook.

Additional information

Choose E-Book Licence

One Year Licence, Perpetual/Lifetime Licence

2 reviews for “IsiXhosa Home Language Grade 8 Novel: Intlungu kamaMkhwemte ePdf

  1. elona Hafi

    Intlungu kamaMkhwemte

  2. elona Hafi

    Intlungu kamaMkhwemte : isixhosa Novel grade 8.

Add a review

Your email address will not be published. Required fields are marked *