“ISISOMBULULO SETHU ISIXHOSA HOME LANGUAGE GRADE 9 CORE READER” (9781431021468) ebook ePdf

R102.95

ISISOMBULULO SETHU ISIXHOSA HOME LANGUAGE GRADE 9 CORE READER
ISISOMBULULO SETHU ISIXHOSA HOME LANGUAGE GRADE 9 CORE READER
J.N. Mdekazi
J.N. Mdekazi
Mdekazi
Macmillan South Africa
Macmillan South Africa

9781431021468
9781431019809

SKU: 9781431021468 Category: Tags: , , , , , ,

Description

IsiXhosa isisombululo sethu IsiXhosa Ibanga 9 Incwadi Yokufunda JN Mdekazi Isisombululo sethu isiXhosa Ulwimi Lwasekhaya iphuhliselwe ukuxhasa isiqulatho (ulwazi, imiba nezakhono zobuchule) esiqulethwe kwiNgxelo yeKharityhulamu yeSizwe (National Curriculum Statement – NCS), njengoko sicwangcisiwe kwiNkcazelo yePolisi yeKharityhulam nokuHlola (Curriculum and Assessment Policy Statement-CAPS) yesiXhosa Ulwimi Lwasekhaya. Isisombululo sethu isiXhosa Incwadi Yokufunda icwangciselwe ukuxhasa ukufundisa nokufunda eklasini yeLwimi Lwasekhaya ngokunika zonke izifundo ezifanele ukufundiswa nokwenziwa eklasini. Iintlobo ezahlukileyo zoluncwadi ezifundwayo zezi: • iintsomi • amabali amafutshane • idrama • imibongo. Isihloko ngasinye sikhatshwa yimisetyenzana yaseklasini encedisana nokuphuhlisa indlela abacinga ngayo abafundi, ukufunda okuphangaleleyo nenjongo yokwenza imisebenzi efumanekayo. Imisebenzi emininzi inika abafundi ithuba lokuba bazicingele bakwazi ukuziphumela neziphumo. Isisombululo sethu isiXhosa Ulwimi Lwasekhaya Incwadi Yokufunda ixhaswa • Isikhokelo Sikatitshala • neNcwadi Yomfundi.

Additional information

Choose E-Book Licence

One Year Licence, Perpetual/Lifetime Licence

Reviews

There are no reviews yet.

Be the first to review ““ISISOMBULULO SETHU ISIXHOSA HOME LANGUAGE GRADE 9 CORE READER” (9781431021468) ebook ePdf”

Your email address will not be published. Required fields are marked *